Hezekile 40:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wandisa apho, yaye, khangela! kwakukho indoda. Imbonakalo yayo yayinjengembonakalo yobhedu,+ yayinentambo yeflakisi esandleni sayo, nengcongolo yokulinganisa,+ kwaye yayimi esangweni. ISityhilelo 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Lowo wayethetha nam wayephethe ingcongolo yegolide+ yokulinganisa, ukuze alinganise ngayo isixeko namasango aso nodonga lwaso.+
3 Wandisa apho, yaye, khangela! kwakukho indoda. Imbonakalo yayo yayinjengembonakalo yobhedu,+ yayinentambo yeflakisi esandleni sayo, nengcongolo yokulinganisa,+ kwaye yayimi esangweni.
15 Lowo wayethetha nam wayephethe ingcongolo yegolide+ yokulinganisa, ukuze alinganise ngayo isixeko namasango aso nodonga lwaso.+