INdumiso 78:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Ngenxa yabo wazigxotha iintlanga,+Waza ngolutya lokulinganisa wababela ilifa,+Ukuze abangele izizwe zakwaSirayeli zihlale emakhayeni azo.+ Hezekile 47:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ekuyeni kwendoda ngasempuma inolutya lokulinganisa esandleni sayo,+ yalinganisa iikubhite eziliwaka yaza yandidlulisa emanzini, amanzi ebetha emaqatheni. Zekariya 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndaphakamisa amehlo am, ndabona; yaye, khangela! nanko umntu, kwaye esandleni sakhe wayenentsontelo yokulinganisa.+ ISityhilelo 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku ndanikwa ingcongolo+ enjengentonga njengoko yayisithi: “Sukuma uze ulinganise ingcwele yetempile+ kaThixo nesibingelelo nabo banqulayo kuyo. ISityhilelo 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Lowo wayethetha nam wayephethe ingcongolo yegolide+ yokulinganisa, ukuze alinganise ngayo isixeko namasango aso nodonga lwaso.+
55 Ngenxa yabo wazigxotha iintlanga,+Waza ngolutya lokulinganisa wababela ilifa,+Ukuze abangele izizwe zakwaSirayeli zihlale emakhayeni azo.+
3 Ekuyeni kwendoda ngasempuma inolutya lokulinganisa esandleni sayo,+ yalinganisa iikubhite eziliwaka yaza yandidlulisa emanzini, amanzi ebetha emaqatheni.
2 Ndaphakamisa amehlo am, ndabona; yaye, khangela! nanko umntu, kwaye esandleni sakhe wayenentsontelo yokulinganisa.+
11 Ke kaloku ndanikwa ingcongolo+ enjengentonga njengoko yayisithi: “Sukuma uze ulinganise ingcwele yetempile+ kaThixo nesibingelelo nabo banqulayo kuyo.
15 Lowo wayethetha nam wayephethe ingcongolo yegolide+ yokulinganisa, ukuze alinganise ngayo isixeko namasango aso nodonga lwaso.+