Hezekile 40:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wandisa apho, yaye, khangela! kwakukho indoda. Imbonakalo yayo yayinjengembonakalo yobhedu,+ yayinentambo yeflakisi esandleni sayo, nengcongolo yokulinganisa,+ kwaye yayimi esangweni. ISityhilelo 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku ndanikwa ingcongolo+ enjengentonga njengoko yayisithi: “Sukuma uze ulinganise ingcwele yetempile+ kaThixo nesibingelelo nabo banqulayo kuyo.
3 Wandisa apho, yaye, khangela! kwakukho indoda. Imbonakalo yayo yayinjengembonakalo yobhedu,+ yayinentambo yeflakisi esandleni sayo, nengcongolo yokulinganisa,+ kwaye yayimi esangweni.
11 Ke kaloku ndanikwa ingcongolo+ enjengentonga njengoko yayisithi: “Sukuma uze ulinganise ingcwele yetempile+ kaThixo nesibingelelo nabo banqulayo kuyo.