Yeremiya 7:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 ‘Kuba oonyana bakaYuda benze okubi emehlweni am,’ utsho uYehova. ‘Babeke izinto zabo ezilizothe endlwini ebizwe ngegama lam, ukuze bayenze inqambi.+ Yeremiya 32:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kwaye babebeka izinto zabo ezilizothe endlwini ebizwe ngegama lam, ukuze bayenze inqambi.+
30 ‘Kuba oonyana bakaYuda benze okubi emehlweni am,’ utsho uYehova. ‘Babeke izinto zabo ezilizothe endlwini ebizwe ngegama lam, ukuze bayenze inqambi.+