IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 21:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wakha izibingelelo endlwini kaYehova,+ leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam.”+

  • 2 Kronike 33:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wakha izibingelelo+ endlwini kaYehova, leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam ukusa kwixesha elingenammiselo.”+

  • Yeremiya 7:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 ‘Kuba oonyana bakaYuda benze okubi emehlweni am,’ utsho uYehova. ‘Babeke izinto zabo ezilizothe endlwini ebizwe ngegama lam, ukuze bayenze inqambi.+

  • Yeremiya 23:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Kuba kokubini umprofeti nombingeleli bangcolile.+ Nasendlwini yam ndifumene ububi babo,”+ utsho uYehova.

  • Hezekile 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘Ngoko ke ndiphila nje,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘ngokuqinisekileyo ngenxa yokuba iyingcwele yam le uyenze inqambi ngezinto zakho zonke ezilizothe+ nangezinto zakho zonke ezicekisekayo,+ nam ndinguLowo uza kukunciphisa+ yaye namehlo am akayi kuba nosizi,+ nam andiyi kubonisa mfesane.+

  • Hezekile 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Waza wathi kum: “Nyana womntu, nceda, phakamisela amehlo akho kwicala elingasemntla.” Ngoko ndawaphakamisela amehlo kwicala elingasemntla, yaye, khangela! ngasemntla kwesango lesibingelelo kwakukho lo mfuziselo wekhwele+ ekungeneni.

  • Hezekile 23:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Ngaphezu koko, naku abakwenze kum: Bayenze inqambi+ ingcwele yam+ ngaloo mini, neesabatha zam bazihlambela.+

  • Hoseya 9:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Ndamfumana uSirayeli njengezidiliya zasentlango.+ Ndababona ookhokho benu njengekhiwane lokuqala emkhiwaneni, ekuqaleni kwawo.+ Basuka bona baya kuBhahali wasePehore,+ yaye baqhubeka bezahlulela kwinto enezothe,+ yaye baba lizothe njengento eyintandane yabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share