2 Kumkani 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wakha izibingelelo endlwini kaYehova,+ leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam.”+ 2 Kronike 33:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wakha izibingelelo+ endlwini kaYehova, leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam ukusa kwixesha elingenammiselo.”+ Yeremiya 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kuba kokubini umprofeti nombingeleli bangcolile.+ Nasendlwini yam ndifumene ububi babo,”+ utsho uYehova. Yeremiya 32:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kwaye babebeka izinto zabo ezilizothe endlwini ebizwe ngegama lam, ukuze bayenze inqambi.+
4 Wakha izibingelelo endlwini kaYehova,+ leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam.”+
4 Wakha izibingelelo+ endlwini kaYehova, leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam ukusa kwixesha elingenammiselo.”+
11 “Kuba kokubini umprofeti nombingeleli bangcolile.+ Nasendlwini yam ndifumene ububi babo,”+ utsho uYehova.