Hezekile 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, ndikuthumela koonyana bakaSirayeli,+ kwiintlanga ezinemvukelo ezindivukeleyo.+ Bona kunye nookhokho babo banxaxhile kum kwada kwayile mini.+ Hezekile 3:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Nolwimi lwakho olo kanye ndiza kulunamathelisa enkalakahleni yomlomo wakho,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuba sisimumu,+ ungabi yindoda eyohlwayayo kubo,+ ngenxa yokuba bayindlu enemvukelo.+
3 Waza wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, ndikuthumela koonyana bakaSirayeli,+ kwiintlanga ezinemvukelo ezindivukeleyo.+ Bona kunye nookhokho babo banxaxhile kum kwada kwayile mini.+
26 Nolwimi lwakho olo kanye ndiza kulunamathelisa enkalakahleni yomlomo wakho,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuba sisimumu,+ ungabi yindoda eyohlwayayo kubo,+ ngenxa yokuba bayindlu enemvukelo.+