IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Namvukela uYehova+ kususela kwimini endanazi ngayo.

  • Nehemiya 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+

  • INdumiso 78:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Bafanele bangabi njengookhokho babo,+

      Isizukulwana esineenkani nesinemvukelo,+

      Isizukulwana esingayilungisanga intliziyo yaso+

      Nesinomoya ongakholosekanga kuThixo.+

  • Yeremiya 3:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Silala phantsi sihlazekile,+ yaye ukuthotywa kwethu kusuka kusigubungele;+ kuba sonile kuYehova uThixo wethu,+ thina noobawo ukususela ebutsheni kuse kule mini,+ kwaye asilithobelanga ilizwi likaYehova uThixo wethu.”+

  • Hezekile 20:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ndaza ndathi koonyana babo entlango,+ ‘Musani ukuhamba ngemimiselo yookhokho benu,+ ningayigcini nemigwebo yabo,+ ningazenzi iinqambi ngezithixo zabo ezinezothe.+

  • IZenzo 7:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share