IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 107:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba bavukela+ amazwi kaThixo;+

      Ababai nantlonelo ngecebo lOyena Uphakamileyo.+

  • Isaya 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yeha ke uhlanga olunesono,+ abantu abasindwa ziziphoso, imbewu yabenza ububi,+ oonyana abonakalisayo!+ Bamshiyile uYehova,+ bamphethe ngokungenantlonelo Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ babuyele umva.+

  • Isaya 30:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba basisizwana esinemvukelo,+ oonyana abangenanyaniso,+ oonyana abangavumiyo ukuwuva umthetho kaYehova;+

  • Yeremiya 16:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwaye nina nenze okubi ngakumbi kunooyihlo,+ yaye ngoku nilandela ngamnye ubulukhuni+ bentliziyo yakhe embi ngokungandithobeli.+

  • IZililo 1:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Khawubone, Yehova, kuba ndisezingxakini ezinkulu. Amathumbu am ayabila.+

      Intliziyo yam ibhukuqiwe ngaphakathi kum,+ kuba bendinemvukelo ngokupheleleyo.+

      Ngaphandle ikrele lindihluthe abantwana.+ Ngaphakathi endlwini kunjengokufa.+

  • Daniyeli 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngamana Yehova Thixo wethu ungaba nenceba+ kuthi, usixolele,+ ngokuba sikuvukele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share