Isaya 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+ Isaya 44:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Abazi,+ bengaqondi,+ ngenxa yokuba amehlo abo avingciwe khon’ ukuze bangaboni,+ nentliziyo yabo khon’ ukuze bangabi nangqiqo.+ Mateyu 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kungenxa yoko le nto ndithetha kubo ngemizekeliso, ngenxa yokuba, nakuba bekhangela, bakhangelela ilize, nakuba besiva, bavela ilize, bengaqondi nokuqonda;+
9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+
18 Abazi,+ bengaqondi,+ ngenxa yokuba amehlo abo avingciwe khon’ ukuze bangaboni,+ nentliziyo yabo khon’ ukuze bangabi nangqiqo.+
13 Kungenxa yoko le nto ndithetha kubo ngemizekeliso, ngenxa yokuba, nakuba bekhangela, bakhangelela ilize, nakuba besiva, bavela ilize, bengaqondi nokuqonda;+