1 Kumkani 22:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke live ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni yakhe+ yaye wonke umkhosi wamazulu umi ngakuye, ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+ INdumiso 99:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 99 UYehova uthe waba ngukumkani.+ Maziphazamiseke izizwana.+Uhleli ezikherubhini.+ Mawugubhe umhlaba.+ Isaya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, ngonyaka wokufa kukaKumkani u-Uziya,+ ndambona uYehova,+ ehleli etroneni+ ephakamileyo nenyukileyo, imibhinqo yakhe izalise itempile.+ ISityhilelo 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Emva kwezi zinto ngoko nangoko ndaba kumandla omoya: yaye, khangela! nantso itrone+ imi endaweni yayo ezulwini,+ kukho ohleliyo etroneni leyo.+
19 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke live ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni yakhe+ yaye wonke umkhosi wamazulu umi ngakuye, ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+
99 UYehova uthe waba ngukumkani.+ Maziphazamiseke izizwana.+Uhleli ezikherubhini.+ Mawugubhe umhlaba.+
6 Noko ke, ngonyaka wokufa kukaKumkani u-Uziya,+ ndambona uYehova,+ ehleli etroneni+ ephakamileyo nenyukileyo, imibhinqo yakhe izalise itempile.+
2 Emva kwezi zinto ngoko nangoko ndaba kumandla omoya: yaye, khangela! nantso itrone+ imi endaweni yayo ezulwini,+ kukho ohleliyo etroneni leyo.+