Yobhi 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoku kwaba yimini oonyana boTHIXO oyinyaniso+ abangena ngayo ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova,+ kwanoSathana+ wangena phakathi kwabo.+ Daniyeli 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwakuqukuqela umsinga womlilo uphuma phambi kwakhe.+ Kwakukho amawaka aliwaka awayelungiselela phambi kwakhe,+ neshumi lamawaka eliphindwe ngeshumi lamawaka elalimi kanye phambi kwakhe.+ Yahlala phantsi iNkundla,+ kwaza kwavulwa iincwadi. Mateyu 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Qinisekisani ukuba anideleli namnye waba bancinane; kuba ndithi kuni iingelosi+ zabo ezulwini zisoloko zibubona ubuso bukaBawo osezulwini.+ ISityhilelo 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndabona, ndaza ndeva ilizwi leengelosi ezininzi ezijikeleze itrone nezidalwa eziphilayo nabadala, yaye inani lazo lalingamashumi amawaka aphindwe ngamashumi amawaka+ namawaka amawaka,+
6 Ngoku kwaba yimini oonyana boTHIXO oyinyaniso+ abangena ngayo ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova,+ kwanoSathana+ wangena phakathi kwabo.+
10 Kwakuqukuqela umsinga womlilo uphuma phambi kwakhe.+ Kwakukho amawaka aliwaka awayelungiselela phambi kwakhe,+ neshumi lamawaka eliphindwe ngeshumi lamawaka elalimi kanye phambi kwakhe.+ Yahlala phantsi iNkundla,+ kwaza kwavulwa iincwadi.
10 Qinisekisani ukuba anideleli namnye waba bancinane; kuba ndithi kuni iingelosi+ zabo ezulwini zisoloko zibubona ubuso bukaBawo osezulwini.+
11 Ndabona, ndaza ndeva ilizwi leengelosi ezininzi ezijikeleze itrone nezidalwa eziphilayo nabadala, yaye inani lazo lalingamashumi amawaka aphindwe ngamashumi amawaka+ namawaka amawaka,+