Eksodus 32:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Khawusixolele ngoko isono saso,+—ukuba akunakuba njalo, nceda undicime,+ encwadini yakho+ oyibhalileyo.” Nehemiya 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa uThixo wam wakufaka entliziyweni yam+ ukuba ndiqokelele ndawonye izidwangube namasekela-baphathi nabantu ukuba bazibhalise ngokomlibo wokuzalwa.+ Ngoko ndafumana incwadi yokubhaliswa ngokomlibo+ yabo babefike kuqala, ndaza ndafumana kubhalwe oku kuyo: INdumiso 69:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Mabacinywe encwadini yabaphilayo,+Yaye kwanga abangebhalwa nabangamalungisa.+
32 Khawusixolele ngoko isono saso,+—ukuba akunakuba njalo, nceda undicime,+ encwadini yakho+ oyibhalileyo.”
5 Kodwa uThixo wam wakufaka entliziyweni yam+ ukuba ndiqokelele ndawonye izidwangube namasekela-baphathi nabantu ukuba bazibhalise ngokomlibo wokuzalwa.+ Ngoko ndafumana incwadi yokubhaliswa ngokomlibo+ yabo babefike kuqala, ndaza ndafumana kubhalwe oku kuyo: