Numeri 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke umhlaba wawuvula umlomo wawo waza wabaginya.+ UKora yena, wafa ekufeni kwendibano ngethuba umlilo wadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu.+ Yaye aba ngumfuziselo.+
10 Ngoko ke umhlaba wawuvula umlomo wawo waza wabaginya.+ UKora yena, wafa ekufeni kwendibano ngethuba umlilo wadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu.+ Yaye aba ngumfuziselo.+