IMizekeliso 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izinto ezixabisekileyo aziyi kuba yingenelo ngemini yokuvutha komsindo,+ kodwa ubulungisa buya kuhlangula ekufeni.+ Yeremiya 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Waza wathi uYehova kum: “Ukuba uMoses+ noSamuweli+ bebemi phambi kwam, umphefumlo wam ubungayi kuba ngakwesi sizwana.+ Besiya kundululwa simke phambi kobuso bam, ukuze siphume.+
4 Izinto ezixabisekileyo aziyi kuba yingenelo ngemini yokuvutha komsindo,+ kodwa ubulungisa buya kuhlangula ekufeni.+
15 Waza wathi uYehova kum: “Ukuba uMoses+ noSamuweli+ bebemi phambi kwam, umphefumlo wam ubungayi kuba ngakwesi sizwana.+ Besiya kundululwa simke phambi kobuso bam, ukuze siphume.+