Daniyeli 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yathi kum: “Daniyeli, wena ndoda inqweneleka kakhulu,+ phakama ume apho ubumi khona, uze uwagqale la mazwi ndiza kukuxelela wona,+ kuba ndithunywe kuwe.” Yakutsho ke ndaphakama, ndingcangcazela.
11 Yathi kum: “Daniyeli, wena ndoda inqweneleka kakhulu,+ phakama ume apho ubumi khona, uze uwagqale la mazwi ndiza kukuxelela wona,+ kuba ndithunywe kuwe.” Yakutsho ke ndaphakama, ndingcangcazela.