IMizekeliso 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Indlela yongendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa osukela ubulungisa uyamthanda.+ Daniyeli 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula ke wathi: “Musa ukoyika,+ ndoda inqweneleka kakhulu.+ Ngamana ungaba noxolo.+ Yomelela, ewe, yomelela.”+ Akuba etshilo ndomelela ndaza ekugqibeleni ndathi: “Ungathetha nkosi yam,+ kuba undomelezile.”+
19 Wandula ke wathi: “Musa ukoyika,+ ndoda inqweneleka kakhulu.+ Ngamana ungaba noxolo.+ Yomelela, ewe, yomelela.”+ Akuba etshilo ndomelela ndaza ekugqibeleni ndathi: “Ungathetha nkosi yam,+ kuba undomelezile.”+