Yeremiya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Lukhe lunanise na uhlanga ngoothixo,+ kwanabo bangengabo oothixo?+ Kodwa bona abantu bam bananise ngozuko lwam ngenxa yoko kungenakuzisa ngenelo.+ Hezekile 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye yaziphatha ngemvukelo nangobungendawo nxamnye nezigwebo zam ngaphezu kweentlanga,+ nemimiselo yam ngaphezu kwamazwe onke awayeyijikelezile, kuba izigwebo zam bazigatyile baza, ke yona imimiselo yam, abahamba kuyo.’+
11 Lukhe lunanise na uhlanga ngoothixo,+ kwanabo bangengabo oothixo?+ Kodwa bona abantu bam bananise ngozuko lwam ngenxa yoko kungenakuzisa ngenelo.+
6 Kwaye yaziphatha ngemvukelo nangobungendawo nxamnye nezigwebo zam ngaphezu kweentlanga,+ nemimiselo yam ngaphezu kwamazwe onke awayeyijikelezile, kuba izigwebo zam bazigatyile baza, ke yona imimiselo yam, abahamba kuyo.’+