Genesis 38:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Phofu ke, kwathi emva kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda kwathiwa: “UTamare umolokazana wakho uzenze ihenyukazi,+ kunjalonje umithi+ ngenxa yokuhenyuza kwakhe.” Ngoko uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+ Levitikus 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Indoda ekrexeza nomfazi wenye indoda ikrexeze nomfazi wedlelane layo.+ Makabulawe afe umkrexezi lowo, kwanomkrexezikazi.+ Duteronomi 22:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Xa indoda ithe yafunyanwa ilele umkamntu,+ bamele bafe bobabini, loo ndoda ilele naloo mfazi, nomfazi lowo.+ Ubususe ke ububi bungabikho kwaSirayeli.+
24 Phofu ke, kwathi emva kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda kwathiwa: “UTamare umolokazana wakho uzenze ihenyukazi,+ kunjalonje umithi+ ngenxa yokuhenyuza kwakhe.” Ngoko uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+
10 “‘Indoda ekrexeza nomfazi wenye indoda ikrexeze nomfazi wedlelane layo.+ Makabulawe afe umkrexezi lowo, kwanomkrexezikazi.+
22 “Xa indoda ithe yafunyanwa ilele umkamntu,+ bamele bafe bobabini, loo ndoda ilele naloo mfazi, nomfazi lowo.+ Ubususe ke ububi bungabikho kwaSirayeli.+