2 Kumkani 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaza ingelosi kaYehova yathetha noEliya yathi: “Yihla naye. Musa ukumoyika.”+ Ngoko waphakama waza wehla naye waya kukumkani. IMizekeliso 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ukungcangcazela ngumntu kubeka umgibe,+ kodwa okholosa ngoYehova uya kukhuselwa.+ Yeremiya 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Wena ke, ufanele ubhinqe emanqeni akho,+ yaye umele uphakame uze uthethe kubo yonk’ into endikuyalela yona. Musa ukunkwantya ngabo,+ ukuze ndingakunkwantyisi phambi kwabo. Luka 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaphezu koko, ndithi kuni, bahlobo bam,+ Musani ukuboyika abo babulala umzimba baze emva koku bangakwazi kwenza nantoni na engakumbi.+
15 Yaza ingelosi kaYehova yathetha noEliya yathi: “Yihla naye. Musa ukumoyika.”+ Ngoko waphakama waza wehla naye waya kukumkani.
17 “Wena ke, ufanele ubhinqe emanqeni akho,+ yaye umele uphakame uze uthethe kubo yonk’ into endikuyalela yona. Musa ukunkwantya ngabo,+ ukuze ndingakunkwantyisi phambi kwabo.
4 Ngaphezu koko, ndithi kuni, bahlobo bam,+ Musani ukuboyika abo babulala umzimba baze emva koku bangakwazi kwenza nantoni na engakumbi.+