2 Samuweli 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+ Isaya 28:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiza kwenza okusesikweni ulutya lokulinganisa+ nobulungisa+ isixhobo sokulinganisa; yaye isichotho+ simele sitshayele indawo yokusabela yobuxoki,+ namanzi aya kukhukulisa yona kanye indawo yokuzifihla.+ Isaya 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Liya kuba lilifa lengcwangube nencanda, kuhlale kulo amafubesi namahlungulu;+ kwaye uya kolulela phezu kwalo ulutya lokulinganisa+ lwendawo engenanto namatye asenkangala. IZililo 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehova ucinge ukonakalisa udonga+ lwentombi yaseZiyon.Ulolule ulutya lokulinganisa.+ Akasibuyisanga isandla sakhe ekuginyeni.+Yaye ubangela ukuba ungqameko nodonga zizile.+ Xa zonke ziya kuphelelwa.
2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+
17 Ndiza kwenza okusesikweni ulutya lokulinganisa+ nobulungisa+ isixhobo sokulinganisa; yaye isichotho+ simele sitshayele indawo yokusabela yobuxoki,+ namanzi aya kukhukulisa yona kanye indawo yokuzifihla.+
11 Liya kuba lilifa lengcwangube nencanda, kuhlale kulo amafubesi namahlungulu;+ kwaye uya kolulela phezu kwalo ulutya lokulinganisa+ lwendawo engenanto namatye asenkangala.
8 UYehova ucinge ukonakalisa udonga+ lwentombi yaseZiyon.Ulolule ulutya lokulinganisa.+ Akasibuyisanga isandla sakhe ekuginyeni.+Yaye ubangela ukuba ungqameko nodonga zizile.+ Xa zonke ziya kuphelelwa.