Yeremiya 31:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndenze umnqophiso omtsha+ nendlu kaSirayeli+ nendlu kaYuda;+ Hebhere 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokuthi kwakhe “umnqophiso omtsha” uwenze waphelelwa lixesha lowo wangaphambili.+ Ke kaloku oko kuye kwenziwa kwaphelelwa lixesha nokuya kusiba kudala sele kukufuphi ukuba kuthi shwaka.+
31 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndenze umnqophiso omtsha+ nendlu kaSirayeli+ nendlu kaYuda;+
13 Ngokuthi kwakhe “umnqophiso omtsha” uwenze waphelelwa lixesha lowo wangaphambili.+ Ke kaloku oko kuye kwenziwa kwaphelelwa lixesha nokuya kusiba kudala sele kukufuphi ukuba kuthi shwaka.+