Daniyeli 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Elokuqala lalinjengengonyama,+ yaye lalinamaphiko okhozi.+ Ndithe ndisabukele suka amaphiko alo ancothulwa, laphakanyiswa emhlabeni+ laza lamiswa ngeenyawo ezimbini njengomntu, lanikwa intliziyo yomntu.+
4 “Elokuqala lalinjengengonyama,+ yaye lalinamaphiko okhozi.+ Ndithe ndisabukele suka amaphiko alo ancothulwa, laphakanyiswa emhlabeni+ laza lamiswa ngeenyawo ezimbini njengomntu, lanikwa intliziyo yomntu.+