Numeri 20:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “UAron uya kuhlanganiselwa ebantwini bakowabo,+ ngokuba akayi kungena ezweni endilinika oonyana bakaSirayeli, ngenxa yokuba nawuvukelayo umyalelo wam emanzini aseMeribha.+ Isaya 50:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 INkosi enguMongami uYehova iyivulile indlebe yam, yaye mna andibanga nemvukelo.+ Andijikelanga kwicala elahlukileyo.+
24 “UAron uya kuhlanganiselwa ebantwini bakowabo,+ ngokuba akayi kungena ezweni endilinika oonyana bakaSirayeli, ngenxa yokuba nawuvukelayo umyalelo wam emanzini aseMeribha.+
5 INkosi enguMongami uYehova iyivulile indlebe yam, yaye mna andibanga nemvukelo.+ Andijikelanga kwicala elahlukileyo.+