Duteronomi 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu. Duteronomi 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wambiza uMoses uSirayeli+ wonke, wathi kuye: “Yiva, Sirayeli, imimiselo nezigwebo+ endizithethayo ezindlebeni zenu namhlanje, nize nizifunde, nizenze ngenyameko.+ Hezekile 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘“Ndabanika imimiselo yam;+ ndabazisa nezigwebo zam,+ ukuze umntu ozenzayo abe nokuphila ngazo.+
4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu.
5 Wambiza uMoses uSirayeli+ wonke, wathi kuye: “Yiva, Sirayeli, imimiselo nezigwebo+ endizithethayo ezindlebeni zenu namhlanje, nize nizifunde, nizenze ngenyameko.+