IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 16:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Okusesikweni—okusesikweni uze ukusukele,+ ukuze uhlale uphila yaye ulidle ilifa ilizwe elo akunika lona uYehova uThixo wakho.+

  • Hezekile 18:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ehamba+ ngemimiselo yam, nezigwebo zam ezigcina ukuze aphumeze inyaniso,+ ulilungisa.+ Ngokuqinisekileyo uya kuhlala ephila,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.

  • Roma 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba uMoses ubhala athi umntu oye wabenza ubulungisa boMthetho uya kuphila ngabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share