IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 34:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Kuba uYobhi uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndilungile,+

      Kodwa uThixo uwujikile umgwebo wam.+

  • Yobhi 35:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 “Ngaba oku koko ukugqale njengokusesikweni?

      Uthe, ‘Ubulungisa bam bungaphezu kobukaThixo.’+

  • IMizekeliso 19:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Bubudenge bomntu wasemhlabeni obugqwetha indlela yakhe,+ ize nentliziyo yakhe ibe nomsindo nxamnye noYehova.+

  • Hezekile 33:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Yaye oonyana babantu bakowenu bathe, ‘Indlela kaYehova ayilungiswanga kakuhle,’+ kodwa, yindlela yabo engalungiswanga kakuhle.

  • Malaki 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Nimtyhafisile uYehova ngamazwi enu,+ naza nathi, ‘Simtyhafise ngayiphi na indlela?’ Ngokuthi kwenu, ‘Wonk’ ubani owenza okubi ulungile emehlweni kaYehova, yaye yena uyayoliswa ngabanjalo’;+ okanye nithi, ‘Uphi na uTHIXO wokusesikweni?’”+

  • Roma 9:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share