IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngokuqinisekileyo ndonithabatha nibe sisizwana sam,+ ndize ngokwenene ndizingqine ndinguThixo wenu;+ yaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhuphayo phantsi koxanduva lwamaYiputa.+

  • Duteronomi 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+

  • Isaya 41:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Kodwa wena, Sirayeli, ungumkhonzi wam,+ wena, Yakobi, endimnyulileyo,+ mbewu ka-Abraham+ umhlobo wam;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share