IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 6:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye ndonisa ngokuqinisekileyo ezweni elo ndaphakamisa isandla sam ndafunga+ ngalo ukuba ndolinika uAbraham, uIsake noYakobi; ndoninika lona ngokuqinisekileyo njengelifa.+ NdinguYehova.’”+

  • Duteronomi 32:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Ngokuba ndisiphakamisela ezulwini isandla sam,+

      Ndifunge ndithi: “Ndiphila nje ukusa kwixesha elingenammiselo,”+

  • Hezekile 47:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwaye nimele niwudle ilifa, ngamnye ngokufanayo nomntakwabo, lizwe elo ndaphakamisa isandla sam ndifunga+ ukulinika ookhokho benu;+ yaye eli lizwe limele liwele kuni ngeqashiso libe lilifa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share