IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndihlile ke ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibanyuse baphume kwelo lizwe, baye ezweni elilungileyo neliphangaleleyo, ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ endaweni yamaKanan namaHiti nama-Amori namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+

  • Eksodus 4:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Bakholwa abantu.+ Bathi bakuva ukuba uYehova uyiphethulele koonyana bakaSirayeli ingqalelo yakhe+ yaye uyibonile nenkxwaleko yabo,+ basuka bathoba baqubuda.+

  • Duteronomi 4:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu?

  • INdumiso 103:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Wazazisa iindlela zakhe kuMoses,+

      Izenzo zakhe koonyana bakaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share