IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 50:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa iNkosi enguMongami uYehova iya kundinceda.+ Kungenxa yoko le nto ndingayi kuziva ndithotyiwe. Kungenxa yoko le nto ndimise ubuso bam njengeqhwitha, yaye ndiyazi ukuba andiyi kuba nazintloni.+

  • Yeremiya 15:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Ndikwenze udonga olunqatyisiweyo kwesi sizwana;+ yaye ngokuqinisekileyo siya kulwa nawe, kodwa asiyi kukoyisa.+ Kuba ndinawe, ukuze ndikusindise nokuze ndikuhlangule,”+ utsho uYehova.

  • Mika 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye, kwelinye icala, mna ndizele ngamandla, ngomoya kaYehova, nowokusesikweni nowamandla,+ ukuze ndimxelele uYakobi imvukelo yakhe noSirayeli isono sakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share