Eksodus 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ndikuvile ukumbombozela koonyana bakaSirayeli.+ Thetha nabo, uthi, ‘Phakathi kweengokuhlwa ezimbini nodla inyama, kusasa nohlutha sisonka;+ nazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+ Levitikus 11:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngokuba ndinguYehova uThixo wenu;+ ngoko nimele nizingcwalise nibe ngcwele,+ kuba ndingcwele mna.+ Nize ningayenzi ibe yengahlambulukanga imiphefumlo yenu ngaso nasiphi na isidalwa esinyakazelayo emhlabeni. Levitikus 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “‘Zingcwaliseni nibe ngcwele,+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.
12 “Ndikuvile ukumbombozela koonyana bakaSirayeli.+ Thetha nabo, uthi, ‘Phakathi kweengokuhlwa ezimbini nodla inyama, kusasa nohlutha sisonka;+ nazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+
44 Ngokuba ndinguYehova uThixo wenu;+ ngoko nimele nizingcwalise nibe ngcwele,+ kuba ndingcwele mna.+ Nize ningayenzi ibe yengahlambulukanga imiphefumlo yenu ngaso nasiphi na isidalwa esinyakazelayo emhlabeni.