Eksodus 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waqhubeka wathi, “Ukuze bakholwe ukuba uYehova uTHIXO wookhokho babo,+ uTHIXO ka-Abraham,+ uTHIXO kaIsake+ noTHIXO kaYakobi,+ ubonakele kuwe.”+ Eksodus 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokuqinisekileyo ndonithabatha nibe sisizwana sam,+ ndize ngokwenene ndizingqine ndinguThixo wenu;+ yaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhuphayo phantsi koxanduva lwamaYiputa.+ Hezekile 34:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “‘Nina ke zimvu zam,+ zimvu zedlelo lam, ningabantu basemhlabeni. NdinguThixo wenu,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”
5 Waqhubeka wathi, “Ukuze bakholwe ukuba uYehova uTHIXO wookhokho babo,+ uTHIXO ka-Abraham,+ uTHIXO kaIsake+ noTHIXO kaYakobi,+ ubonakele kuwe.”+
7 Ngokuqinisekileyo ndonithabatha nibe sisizwana sam,+ ndize ngokwenene ndizingqine ndinguThixo wenu;+ yaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhuphayo phantsi koxanduva lwamaYiputa.+
31 “‘Nina ke zimvu zam,+ zimvu zedlelo lam, ningabantu basemhlabeni. NdinguThixo wenu,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”