Daniyeli 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ukuba niyandazisa iphupha elo nentsingiselo yalo, niya kwamkela kum izipho nomnikelo nembeko enkulu.+ Ngoko ke ndaziseni iphupha elo nentsingiselo yalo.” Daniyeli 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko nangoko uBheleshatsare wayalela ukuba bamambese uDaniyeli ngezimfusa, bafake nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe; baza bamemeza besithi uza kuba ngumlawuli wesithathu ebukumkanini.+
6 Kodwa ukuba niyandazisa iphupha elo nentsingiselo yalo, niya kwamkela kum izipho nomnikelo nembeko enkulu.+ Ngoko ke ndaziseni iphupha elo nentsingiselo yalo.”
29 Ngoko nangoko uBheleshatsare wayalela ukuba bamambese uDaniyeli ngezimfusa, bafake nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe; baza bamemeza besithi uza kuba ngumlawuli wesithathu ebukumkanini.+