IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 2:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Ngenxa yoko ukumkani wamenza mkhulu uDaniyeli,+ wamnika izipho ezininzi ezikhulu, wamenza umlawuli walo lonke iphondo laseBhabhiloni+ nomthetheli oyintloko wazo zonke izilumko zaseBhabhiloni.

  • Daniyeli 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ukumkani wadanduluka ngamandla wathi makuziswe abo banobugqi namaKhaledi nabavumisi ngeenkwenkwezi.+ Wathi ukumkani kwizilumko zaseBhabhiloni: “Umntu othe wanako ukuwufunda lo mbhalo, wayichaza nentsingiselo yawo, uya kwambeswa ngezimfusa,+ afakwe nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe, aze alawule njengowesithathu ebukumkanini.”+

  • Daniyeli 5:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ndivile ke ngawe, ukuba uyakwazi ukutolika+ nokukhulula amaqhina. Ukuba ke unokundifundela lo mbhalo, undichazele nentsingiselo yawo, uya kwambeswa ngezimfusa, ufakwe nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakho, yaye uya kulawula njengowesithathu ebukumkanini.”+

  • Daniyeli 5:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngoko nangoko uBheleshatsare wayalela ukuba bamambese uDaniyeli ngezimfusa, bafake nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe; baza bamemeza besithi uza kuba ngumlawuli wesithathu ebukumkanini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share