Yobhi 38:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa amakhwezi+ amemelela kunye ngovuyo,Yaye bonke oonyana bakaThixo+ bakhwaza bencoma? INdumiso 34:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ingelosi kaYehova imisa inkampu macala onke kwabo bamoyikayo,+Ize ibahlangule.+