Genesis 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UMelkitsedeki+ ukumkani waseSalem+ wazisa isonka newayini,+ yaye wayengumbingeleli wOyena Thixo Uphakamileyo.+ Daniyeli 2:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ukumkani wamphendula uDaniyeli wathi: “Eneneni uTHIXO wenu unguThixo woothixo+ neNkosi yookumkani+ noMtyhili weemfihlelo, ngenxa yokuba ukwazile ukutyhila le mfihlelo.”+ 1 Korinte 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba kwanakuba kukho abo babizwa ngokuba “ngoothixo,”+ enoba kusezulwini+ okanye kusemhlabeni,+ kanye njengoko kukho “oothixo” abaninzi “neenkosi” ezininzi,+
18 UMelkitsedeki+ ukumkani waseSalem+ wazisa isonka newayini,+ yaye wayengumbingeleli wOyena Thixo Uphakamileyo.+
47 Ukumkani wamphendula uDaniyeli wathi: “Eneneni uTHIXO wenu unguThixo woothixo+ neNkosi yookumkani+ noMtyhili weemfihlelo, ngenxa yokuba ukwazile ukutyhila le mfihlelo.”+
5 Kuba kwanakuba kukho abo babizwa ngokuba “ngoothixo,”+ enoba kusezulwini+ okanye kusemhlabeni,+ kanye njengoko kukho “oothixo” abaninzi “neenkosi” ezininzi,+