1 Samuweli 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UMphakamisi wesisweli eluthulini;+Uyamphakamisa olihlwempu eluthuthwini,+Ukuze abahlalise nezidwangube; abanike itrone yozuko+ njengelifa.+Kuba zezikaYehova iintsika zomhlaba,+Yaye ubeka phezu kwazo ilizwe elinemveliso. Hezekile 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwaye yonke imithi yasendle iya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndiwuthobile umthi ophakamileyo,+ ndabeka phezulu umthi ophantsi,+ ndiwomisile umthi obusafumile+ ndaza ndawenza watyatyamba umthi owomileyo. Mna, Yehova, ndithethile yaye ndikwenzile oko.”’”+ Zekariya 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Vuya kakhulu, wena ntombi yaseZiyon.+ Duma ngoloyiso,+ wena ntombi yaseYerusalem. Khangela! Ukumkani wakho+ uza kuwe.+ Ulilungisa, ewe, usindisiwe;+ uthobekile,+ yaye ukhwele e-esileni, sona kanye isilwanyana esikhule ngokupheleleyo esizalwa yimazi ye-esile.+ Mateyu 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Thabathani idyokhwe+ yam nize nifunde kum,+ kuba ndinomoya wobulali,+ ndithobekile ngentliziyo, kwaye niya kuyifumanela ukuhlaziyeka+ imiphefumlo yenu.
8 UMphakamisi wesisweli eluthulini;+Uyamphakamisa olihlwempu eluthuthwini,+Ukuze abahlalise nezidwangube; abanike itrone yozuko+ njengelifa.+Kuba zezikaYehova iintsika zomhlaba,+Yaye ubeka phezu kwazo ilizwe elinemveliso.
24 Kwaye yonke imithi yasendle iya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndiwuthobile umthi ophakamileyo,+ ndabeka phezulu umthi ophantsi,+ ndiwomisile umthi obusafumile+ ndaza ndawenza watyatyamba umthi owomileyo. Mna, Yehova, ndithethile yaye ndikwenzile oko.”’”+
9 “Vuya kakhulu, wena ntombi yaseZiyon.+ Duma ngoloyiso,+ wena ntombi yaseYerusalem. Khangela! Ukumkani wakho+ uza kuwe.+ Ulilungisa, ewe, usindisiwe;+ uthobekile,+ yaye ukhwele e-esileni, sona kanye isilwanyana esikhule ngokupheleleyo esizalwa yimazi ye-esile.+
29 Thabathani idyokhwe+ yam nize nifunde kum,+ kuba ndinomoya wobulali,+ ndithobekile ngentliziyo, kwaye niya kuyifumanela ukuhlaziyeka+ imiphefumlo yenu.