Isaya 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+ Hezekile 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ndiya kukonakalisa, ndikonakalise, ndikonakalise.+ Nako oku ke, ngokuqinisekileyo akuyi kuba kokukabani ade afike lowo unelungelo elisemthethweni,+ yaye ndimele ndikunike yena.’+ Daniyeli 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Lowo ke ngummiselo wabalindi,+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika,+ nkqu noyena uphantsi ebantwini.”+ Amosi 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Ngaloo mini ndiya kuwuvusa+ umnquba+ kaDavide owileyo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuzingciba iintanda zawo. Namanxuwa awo ndiya kuwavusa, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuwakha njengakwimihla yakudala,+
6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+
27 Ndiya kukonakalisa, ndikonakalise, ndikonakalise.+ Nako oku ke, ngokuqinisekileyo akuyi kuba kokukabani ade afike lowo unelungelo elisemthethweni,+ yaye ndimele ndikunike yena.’+
17 Lowo ke ngummiselo wabalindi,+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika,+ nkqu noyena uphantsi ebantwini.”+
11 “‘Ngaloo mini ndiya kuwuvusa+ umnquba+ kaDavide owileyo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuzingciba iintanda zawo. Namanxuwa awo ndiya kuwavusa, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuwakha njengakwimihla yakudala,+