26 Kuba umntu olungileyo phambi kwakhe+ umnike ubulumko, ukwazi nemihlali,+ kodwa umoni umnike umsebenzi wokuhlanganisa nokubuthela ndawonye ukuze nje kuphela anike lowo ulungileyo phambi koTHIXO oyinyaniso.+ Kwanako oku kungamampunge nokusukelana nomoya.+