8 Yaye nina bhalani ngokwenu egameni lamaYuda okulungileyo emehlweni enu ngegama likakumkani+ nize niyitywine ngomsesane wokutywina kakumkani; kuba umbhalo obhalwe ngegama likakumkani waza watywinwa ngomsesane wokutywina kakumkani akunakwenzeka ukuba urhoxiswe.”+