Estere 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ebudeni bobo busuku ukumkani waphuthelwa.+ Ngoko ke wathi makuziswe incwadi yengxelo yemicimbi+ yamaxesha. Ngaloo ndlela yafundwa phambi kukakumkani. Daniyeli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngonyaka wesibini wobukumkani bukaNebhukadenetsare, uNebhukadenetsare waphupha amaphupha;+ awamtsho waphazamiseka emoyeni,+ waphelelwa nabubuthongo.
6 Ebudeni bobo busuku ukumkani waphuthelwa.+ Ngoko ke wathi makuziswe incwadi yengxelo yemicimbi+ yamaxesha. Ngaloo ndlela yafundwa phambi kukakumkani.
2 Ngonyaka wesibini wobukumkani bukaNebhukadenetsare, uNebhukadenetsare waphupha amaphupha;+ awamtsho waphazamiseka emoyeni,+ waphelelwa nabubuthongo.