IMizekeliso 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kulunge ngakumbi ukuba umntu aqubisane nebhere ehluthwe amathole ayo+ kunokuqubisana nesiyatha ebudengeni baso.+ Daniyeli 2:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 “Yaye emva kwakho kuya kuvela obunye ubukumkani+ obungaphantsi kobakho;+ kulandele nobesithathu ubukumkani, obobhedu, obuya kulawula umhlaba uphela.+
12 Kulunge ngakumbi ukuba umntu aqubisane nebhere ehluthwe amathole ayo+ kunokuqubisana nesiyatha ebudengeni baso.+
39 “Yaye emva kwakho kuya kuvela obunye ubukumkani+ obungaphantsi kobakho;+ kulandele nobesithathu ubukumkani, obobhedu, obuya kulawula umhlaba uphela.+