IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 45:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Utsho uYehova kothanjisiweyo wakhe,+ kuKoreshi, osandla sakhe sokunene ndisibambileyo,+ ukuze ndoyise iintlanga phambi kwakhe,+ khon’ ukuze ndikhulule kwanemibhinqo ezinqeni zookumkani; ukuze ndivule phambi kwakhe iingcango ezivulwa ngambini, khon’ ukuze namasango angavalwa, ukuthi:

  • Yeremiya 51:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ngcwalisani iintlanga nxamnye nayo, ookumkani belamaMedi,+ iirhuluneli zalo nawo onke amasekela-baphathi bawo nelizwe lonke lolawulo lwawo.

  • Daniyeli 5:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “Elithi PERES, lithetha ukuba ubukumkani bakho bahluliwe baza banikelwa kumaMedi namaPersi.”+

  • Daniyeli 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoku ke ndiza kukuxelela inyaniso:+

      “Khangela! Kuseza kubakho ookumkani abathathu abamela iPersi,+ yaye owesine+ uya kubodlula bonke abanye ngobutyebi.+ Uya kuthi ke akomelela ngobo butyebi bakhe, uya kuvusa yonk’ into ibe nxamnye nobukumkani baseGrisi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share