Daniyeli 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Emva koko ndabona elinye irhamncwa, linjengehlosi,+ kodwa lalinamaphiko amane esidalwa esiphaphazelayo emhlana. Kwaye eli rhamncwa lalineentloko ezine,+ laza lanikwa igunya lokulawula. Daniyeli 8:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye inkunzi yebhokhwe exhonti imela ukumkani waseGrisi;+ ke lona uphondo olukhulu olwaluphakathi kwamehlo ayo, lumela ukumkani wokuqala.+ Daniyeli 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko wahlabela mgama wathi: “Uyazi ngokwenene na ukuba ndizeleni kuwe? Yaye ngoku ndiza kubuya ndiye kulwa nenkosana yasePersi.+ Xa ndisimka kuya kuza nenkosana yaseGrisi.+ Daniyeli 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Kweso sithuba ke ukumkani oligorha uya kuma, alawule ngolawulo olukhulu,+ esenza unothanda.+
6 “Emva koko ndabona elinye irhamncwa, linjengehlosi,+ kodwa lalinamaphiko amane esidalwa esiphaphazelayo emhlana. Kwaye eli rhamncwa lalineentloko ezine,+ laza lanikwa igunya lokulawula.
21 Yaye inkunzi yebhokhwe exhonti imela ukumkani waseGrisi;+ ke lona uphondo olukhulu olwaluphakathi kwamehlo ayo, lumela ukumkani wokuqala.+
20 Ngoko wahlabela mgama wathi: “Uyazi ngokwenene na ukuba ndizeleni kuwe? Yaye ngoku ndiza kubuya ndiye kulwa nenkosana yasePersi.+ Xa ndisimka kuya kuza nenkosana yaseGrisi.+