Daniyeli 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Mna ke, Daniyeli, ndaphelelwa ngamandla ndaza ndagula kangangeentsuku ezithile.+ Ndandula ke ndavuka ndaza ndenza umsebenzi endandiwuphathiswe ngukumkani;+ kodwa ndaba ndindisholo ngenxa yaloo mbono, kwaye kungekho bani uwuqondayo.+
27 Mna ke, Daniyeli, ndaphelelwa ngamandla ndaza ndagula kangangeentsuku ezithile.+ Ndandula ke ndavuka ndaza ndenza umsebenzi endandiwuphathiswe ngukumkani;+ kodwa ndaba ndindisholo ngenxa yaloo mbono, kwaye kungekho bani uwuqondayo.+