Mateyu 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+ ISityhilelo 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa ebufezile ubungqina bawo, kuya kunyuka irhamncwa liphuma enzonzobileni,+ lenze imfazwe nawo, liwoyise lize liwabulale.+ ISityhilelo 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Lanikwa+ ukuba lenze imfazwe nabo bangcwele lize liboyise,+ lanikwa igunya phezu kwezizwe nabantu neelwimi neentlanga zonke.
9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+
7 Xa ebufezile ubungqina bawo, kuya kunyuka irhamncwa liphuma enzonzobileni,+ lenze imfazwe nawo, liwoyise lize liwabulale.+
7 Lanikwa+ ukuba lenze imfazwe nabo bangcwele lize liboyise,+ lanikwa igunya phezu kwezizwe nabantu neelwimi neentlanga zonke.