Mateyu 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+ Yohane 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa baya kuzenza zonke ezi zinto ngokunxamnye nani ngenxa yegama lam, kuba bengamazi lowo undithumileyo.+ IZenzo 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 USawule, ngoko, waqhubana ngokuneengcwangu nebandla. Wayengenela izindlu ngezindlu, erhuqela phandle amadoda nabafazi, abanikele entolongweni.+
22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+
21 Kodwa baya kuzenza zonke ezi zinto ngokunxamnye nani ngenxa yegama lam, kuba bengamazi lowo undithumileyo.+
3 USawule, ngoko, waqhubana ngokuneengcwangu nebandla. Wayengenela izindlu ngezindlu, erhuqela phandle amadoda nabafazi, abanikele entolongweni.+