Daniyeli 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke ndize kukuchazela izinto eziya kuhlela abantu bakowenu+ ekupheleni kwemihla,+ kuba lo mbono+ usengowemihla ezayo.”+ Daniyeli 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Wena ke, Daniyeli, wagcine eyimfihlelo la mazwi, uyitywine incwadi leyo,+ kude kube lixesha lesiphelo.+ Abaninzi baya kuphengulula, yaye ulwazi lokwenyaniso luya kuba luninzi.”+ Daniyeli 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yona yahlabela mgama yathi: “Hamba, Daniyeli, kuba la mazwi aya kugcinwa eyimfihlelo, atywinwe kude kube lixesha lesiphelo.+
14 Ngoko ke ndize kukuchazela izinto eziya kuhlela abantu bakowenu+ ekupheleni kwemihla,+ kuba lo mbono+ usengowemihla ezayo.”+
4 “Wena ke, Daniyeli, wagcine eyimfihlelo la mazwi, uyitywine incwadi leyo,+ kude kube lixesha lesiphelo.+ Abaninzi baya kuphengulula, yaye ulwazi lokwenyaniso luya kuba luninzi.”+
9 Yona yahlabela mgama yathi: “Hamba, Daniyeli, kuba la mazwi aya kugcinwa eyimfihlelo, atywinwe kude kube lixesha lesiphelo.+