Luka 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 yaye uMtyholi wathi kuye: “Ndiza kukunika lonke eli gunya+ nozuko lwazo, ngenxa yokuba linikelwe kum, kwaye ndilinika nabani na endisukuba ndinqwenela ukumnika.+ ISityhilelo 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Irhamncwa endalibonayo lalinjengehlosi,+ kodwa iinyawo zalo zazinjengezebhere,+ nomlomo walo unjengomlomo wengonyama.+ Yaza inamba+ yanika irhamncwa elo amandla alo netrone yalo negunya elikhulu.+ ISityhilelo 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Lanikwa+ ukuba lenze imfazwe nabo bangcwele lize liboyise,+ lanikwa igunya phezu kwezizwe nabantu neelwimi neentlanga zonke.
6 yaye uMtyholi wathi kuye: “Ndiza kukunika lonke eli gunya+ nozuko lwazo, ngenxa yokuba linikelwe kum, kwaye ndilinika nabani na endisukuba ndinqwenela ukumnika.+
2 Irhamncwa endalibonayo lalinjengehlosi,+ kodwa iinyawo zalo zazinjengezebhere,+ nomlomo walo unjengomlomo wengonyama.+ Yaza inamba+ yanika irhamncwa elo amandla alo netrone yalo negunya elikhulu.+
7 Lanikwa+ ukuba lenze imfazwe nabo bangcwele lize liboyise,+ lanikwa igunya phezu kwezizwe nabantu neelwimi neentlanga zonke.